UMFUNDI OWAFUMANA INGOZI YEMOTO UPHUMELELE NGE-BACHELOR.
UNabo Kitshini, umfundi waseGqeberha, woyisa ubunzima obumangalisayo ukuze aphumelele kwiimviwo zakhe zokugqibela. Kwiiveki nje ezimbini phambi kweemviwo zakhe, uNabo wabandakanyeka
Read MoreUNabo Kitshini, umfundi waseGqeberha, woyisa ubunzima obumangalisayo ukuze aphumelele kwiimviwo zakhe zokugqibela. Kwiiveki nje ezimbini phambi kweemviwo zakhe, uNabo wabandakanyeka
Read MoreAmalungu osapho acela uncedo kuluntu ekufumaneni uNonzukiso Ntakana waseRedoubt elahlekileyo. Iingxelo zithi, uNonzukiso wagqityelwa ngomhla wamashumi amathathu kwinyanga yoMnga ngo2024,
Read More“Akufanelekanga kubarhafi, uninzi lwabo abangamaZulu, ekumele ukuba iKumkani ibakhonze, kwaye ibakhusele,ukuba kuchithwe imali eninzi kuye”. INkulumbuso yaKwaZulu-Natal, uNomusa Dube-Ncube, utshintshe
Read MoreUsapho lwakwaKhwela, kwilali yase Ndimakude, eMphumaze, e Flagstaff lothuke lwaphantsa ukucholwa phantsi emva kokuthi vumbu komntu ongaziwayo, nekubonakele ukuba akakwazi
Read MoreUceba we EFF kwibhunga lomasipala wase-Port st Johns, U Luvuyo Mafaka ubekwe kwikhaya lakhe likandancama, kwilali yase Lutshaya, e eLusikisiki
Read More